INGXELO YOMQESHI NGOKUPHATHELENE NESIGULO
EMSEBENZINI Isetyenziswa ngabasemagunyeni kuphela
Le ngxelo kufuneka igcwaliswe ngoko ekuthyolwa ukuba kwenzekile ngokuphathelene nesifo eso ekuthiwa umsebenzi uye wasifumana,nakuba kuthyolwa ukuba umsebenzi usifumene kwenye indawo yomsebenzi/kwenye indawo ebesebenza kuyo.
QAPHELA: Kuyenza ukuba ezinye iimpawu zezifo zithathe iminyaka phambi kokuthi zizibonakalise,oko kungenzeka nasemva kokuba umsebenzi ethe watshintsha indawo yokusebenza.Kubalulekile ukwazi ukuba isifo esithe safumaneka kumqeshi/ inkampani engaphambili,iindleko ukuba zivunyiwe azisayi kuhlawulwa ngumqeshi ongaphambili.
Le ngxelo kufuneka iye ku:
Le ngxelo kufuneta ilinde ingxelo kagqirha.
Nceda usebenzise ifomu W.CL.2(E). xa unika ingxelo ngengozi
Nceda ugcine idilesi yomsebenzi othe wagula ngenxa yeemeko zomsebenzi waze wayeka ,ukuze ayifumane imbuyekezo yakhe.
ISITAMPU SOLWAMKELO ULAWULO
KHANYELA/YALA - SIYAMALELA ISALATHISO SOMQESHI
IGAMA
UMHLA
Ndiyangqina ukuba zonke iinkcukacha eziboniswe kumanqaku 1-40 yale ngxelo ngokolwazi lwam buyinyani.Ityikitywe ngomhla ... Kwinyanga ...20... Uphawu lokusayina...
UMQESHI
Idilesi yesitalato... 5. Ikhodi Yeposi/Umqondiso weposi ...
MQESHWA
Ifani ... 13. Amagama ...
Inombolo Yesazisi ... 15. Umhla wokuzalwa .../.../... 16. Isini
Ubume bomtshato
Ummi ...
Ixesha/Ithuba ukulomsebenzi Iminyaka Iinyanga/ ...
ISIFO ESIBANGELWA ZIIMEKO ZOMSEBENZI
Imini esiqondakale ngayo isifo ...27 Unobangela Wesifo ...
Lithuba/ixesha elingakanani umsebenzi esebenza ngezenzi ezibangele isigulo sakhe...
Umhla umsebenzi asixele ngaso isifo/azise ...
Ebesenza hlobo luni lomsebenzi umqeshwa kumqeshi wangaphambili? ...
EZINYE IINKCUKACHA NGOMSEBENZI
Ingaba umsebenzi ngexesha engakwazi u kuphangela uzakube efumana kuwe
Ingaba uzimisele ukumnika imali/umvuzo ogqitha iinyanga ezintathu ngexesha agula ngalo umsebenzi okwethutyana?
Ingaba zezexesha elingakanani ezintlawulo(iinyanga)? Ukusukela .../.../... Ukuya .../.../...
Umhla ayeke ngawo emsebenzini umqeshwa ...
Umvuzo womsebenzi ngexesha kuxelwa isifo/isigulo R/ngeveki R/ngenyanga
Umvuzo opheleleyo Kuquka ukusebenza ngaphezu kweeyure ezigunyazisiweyo,nekomoshini esisigxina ...Imali Mvume ezisigxina: a b Ibhonasi ...Ezinye balula ...I yo ...guqulelo lw okutya ngokwemali Uguqulelo lwendawo yokuhlala ngokwemali efumaneka mahala...
Ukuba unolwazi lokuba umsebenzi ebeke wafumana imbuyekezo ngaphambili kwangesisifo sinye okanye nasiphi esinye/ngokuphathelene nengozi, nikezela ngenkcukacha ...
QAPHELA: Ukuba impendulo ngu ewe, umsebenzi kufuneka enze inkcaza Ize ifakwe/ idityaniswe kunye nencwadi yencaza.
IZIFO
UMSEBENZI
